
Ebhayi Ami Faku
На этой странице вы найдете полный текст песни "Ebhayi" от Ami Faku. Lyrxo предлагает вам самый полный и точный текст этой композиции без лишних отвлекающих факторов. Узнайте все куплеты и припев, чтобы лучше понять любимую песню и насладиться ею в полной мере. Идеально для фанатов и всех, кто ценит качественную музыку.

[Intro]
Sohlangana eBhayi
[Verse 1]
Amehl' abomvu, kudinekile
Nabatshana bam ndiba nqabele
Bandifun' imali bo
Bathi ndivel' eGoli
Ndikhweli etaxini
Ndimva esithi: "Bengaphuma eTVini lo?"
Uthi mak'thini?
[Pre-Chorus]
Yayaz' ndiphelelwa
Ngamandl' ok'qhubeka
At least ndiyazi kufudumel' ekhaya
[Chorus]
Haayiye
Ndi hambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Haayiye
Ndi hambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Sohlangana eBhayi
[Verse 1]
Amehl' abomvu, kudinekile
Nabatshana bam ndiba nqabele
Bandifun' imali bo
Bathi ndivel' eGoli
Ndikhweli etaxini
Ndimva esithi: "Bengaphuma eTVini lo?"
Uthi mak'thini?
[Pre-Chorus]
Yayaz' ndiphelelwa
Ngamandl' ok'qhubeka
At least ndiyazi kufudumel' ekhaya
[Chorus]
Haayiye
Ndi hambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Haayiye
Ndi hambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Комментарии (0)
Минимальная длина комментария — 50 символов.