[Intro]
Baleka, mama
Khawuleza, baleka
Kanti wena awuboni na
[Chorus]
(Uthi uyandithanda)
Baleka mama (Isizathu andisiboni)
Khaw'leza (Uth'uyandithanda)
Baleka (Mhmm, Uri wani randza)
Thsuthsuma (Shivhangelo anisiboni)
Hatlisa (Uri wani randza)
Thsuthsuma (Mhmm Kanti wena awuboni)
Wena awuboni na (A re wa nthata)
Tshaba (A ke na le baka)
Gwanta (A re wa nthata)
Mhm tshaba, awu boni na
[Verse 1]
Awusaboni ukuba kwanele (Yhooo!)
Kuyoze kube nini na, ukhala, hayi?
Yiv'umile uqamba amanga (Oooh!)
Ngokuthi uyakuthanda
Mtas' ekhaya vuka, vuka
Ey' baleka
Baleka, mama
Khawuleza, baleka
Kanti wena awuboni na
[Chorus]
(Uthi uyandithanda)
Baleka mama (Isizathu andisiboni)
Khaw'leza (Uth'uyandithanda)
Baleka (Mhmm, Uri wani randza)
Thsuthsuma (Shivhangelo anisiboni)
Hatlisa (Uri wani randza)
Thsuthsuma (Mhmm Kanti wena awuboni)
Wena awuboni na (A re wa nthata)
Tshaba (A ke na le baka)
Gwanta (A re wa nthata)
Mhm tshaba, awu boni na
[Verse 1]
Awusaboni ukuba kwanele (Yhooo!)
Kuyoze kube nini na, ukhala, hayi?
Yiv'umile uqamba amanga (Oooh!)
Ngokuthi uyakuthanda
Mtas' ekhaya vuka, vuka
Ey' baleka
Comments (0)
The minimum comment length is 50 characters.