Vukani Kabza De Small (Ft. Msaki)
На этой странице вы найдете полный текст песни "Vukani" от Kabza De Small (Ft. Msaki). Lyrxo предлагает вам самый полный и точный текст этой композиции без лишних отвлекающих факторов. Узнайте все куплеты и припев, чтобы лучше понять любимую песню и насладиться ею в полной мере. Идеально для фанатов и всех, кто ценит качественную музыку.

[Verse 1]
Xesha seliphelile
Abafayo mabavuke
Sizwe sesiqathiwe
Abafayo sekusile
Ngabakuthatwa loni
Sisavalwe amehlo
Kwakhala nyonini ixesha alisekho
[Chorus]
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile

[Verse 2]
Okwenyama
Okwomoya
Okwomoya kuzovela konke
Okwenyama kuzovuma
Okwomoya kuzovela konke
Okwomoya kuzovela

Комментарии (0)
Минимальная длина комментария — 50 символов.